1 Ookumkani 22:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, wahlala elowo etroneni yakhe, evethe iingubo zakhe, esandéni, ekungeneni esangweni lakwaSamari; bonke abaprofeti beprofeta phambi kwabo.

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:1-16