1 Ookumkani 21:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhabhi waya endlwini yakhe ebuthe nkwa ubuso, ejalile, lilizwi abelithethile kuye uNabhoti waseYizereli, wathi, Andiyi kukunika ilifa loobawo. Waya walala esingqengqelweni, wabheka phaya; akadla nokudla.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:1-5