1 Ookumkani 21:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wathetha uAhabhi kuNabhoti, wathi, Ndínike isidiliya sakho, ukuba sibe ngumyezo wemifuno; ngokuba sisondelelene nendlu yam; ndokunika isidiliya esilungileyo kuneso esikhundleni saso; ke ukuba kuthe kwalunga emehlweni akho, ndokunika imali esilingeneyo.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:1-4