1 Ookumkani 21:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuva uIzebhele ukuba uNabhoti ugityiselwe ngamatye, wafa, wathi uIzebhele kuAhabhi, Suka, usithabathe isidiliya sikaNabhoti waseYizereli, abengavumi ukukunika ngemali; ngokuba uNabhoti akasekho, ufile.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:5-23