1 Ookumkani 21:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwafika loo madoda mabini angamatshijolo, ahlala phambi kwakhe. Amadoda lawo angamatshijolo angqina ngaye uNabhoti phambi kwabantu, athi, UNabhoti uthuké uThixo nokumkani. Bamkhuphela ngaphandle komzi, bamgibisela ngamatye, wafa.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:4-15