1 Ookumkani 21:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amadoda omzi wakhe, amadoda amakhulu nabanumzana ababehleli kuloo mzi wakhe, bênza njengoko abebathumele ngako uIzebhele, njengoko kwakubhaliwe ezincwadini abezithumele kubo.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:9-19