1 Ookumkani 20:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuba esebenza umkhonzi wakho lo apha naphaya, wesuka wathi shwaka. Wathi ke ukumkani wakwaSirayeli kuye, Sinjalo isigwebo sakho; umise wagqiba.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:35-43