1 Ookumkani 20:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aseleyo asabela eAfeki, ela phakathi komzi. Kwawa udonga phezu kwamawaka angamashumi amabini anamawaka asixhenxe amadoda aseleyo.Wasaba uBhen-hadade, wangena kuloo mzi, wathungela amagumbi.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:29-35