1 Ookumkani 2:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke koonyana bakaBharzilayi waseGiliyadi, uze wenze ngenceba, babe kwabadla etafileni yakho; ngokuba benjenjalo ukuza kum ekusabeni kwam ebusweni buka-Abhisalom, umkhuluwa wakho.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:5-17