1 Ookumkani 2:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuShimehi, Uyabazi wena bonke ububi obaziwa yintliziyo yakho, owabenzayo kuDavide ubawo; úya bubuyisela uYehova ububi bakho kwasentlokweni yakho;

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:36-46