1 Ookumkani 2:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uShimehi, wabopha iesile lakhe, waya eGati kuAkishe, efuna izicaka zakhe ezo; uShimehi waya eGati, weza nazo izicaka zakhe.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:31-44