1 Ookumkani 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya ke uBhatshebha kukumkani uSolomon, ukuba athethe naye ngoAdoniya. Wesuka ukumkani waya kumkhawulela, waqubuda kuye, wahlala etroneni yakhe, wammisela itrone unina wokumkani, wahlala ke ngasekunene kwakhe.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:12-20