1 Ookumkani 19:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wahamba entlango uhambo lwemini enye, waya wahlala phantsi konwele, wazicelela ukuba afe, wathi, Kwanele ngoku, Yehova; wuthabathe umphefumlo wam, ngokuba ndingàlungile ngaphezu koobawo.

1 Ookumkani 19

1 Ookumkani 19:1-5