1 Ookumkani 19:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya ke ekumlandeleni, wazithabatha iinkabi zedyokhwe enye, wabingelela ngazo, wayipheka inyama ngeempahla zeenkabi ezo, wanika abantu, badla. Wesuka ke, walandela uEliya, wamlungiselela.

1 Ookumkani 19

1 Ookumkani 19:14-21