1 Ookumkani 19:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

uthambise uYehu, unyana kaNimshi, abe ngukumkani kumaSirayeli; uthambise uElisha, unyana kaShafati waseAbhelemehola, abe ngumprofeti esikhundleni sakho.

1 Ookumkani 19

1 Ookumkani 19:13-21