1 Ookumkani 19:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuva uEliya, wabugqubuthela ubuso bakhe ngengubo yakhe enkulu, waphuma wema esangweni lomqolomba; nanko kufika kuye ilizwi, lisithi, Ùyintoni na apha, Eliya?

1 Ookumkani 19

1 Ookumkani 19:12-15