1 Ookumkani 18:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke, esendleleni uObhadiya, wabonakala uEliya emkhawulela, wamazi, wawa ngobuso, wathi, Nguwe na lo, nkosi yam Eliya?

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:5-9