1 Ookumkani 18:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uEliya kubo, Babambeni abaprofeti bakaBhahali; makungasindi namnye kubo. Bababamba ke; uEliya wabahlisela emlanjaneni oyiKishon, wababulalela khona.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:39-46