1 Ookumkani 18:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawa ke umlilo kaYehova, walidla idini elinyukayo, kwaneenkuni, kwanamatye, kwanomhlaba; namanzi abe esemseleni wawakhotha.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:34-44