1 Ookumkani 18:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UEliya wathabatha amatye alishumi elinamabini, ngokwenani lezizwe zoonyana bakaYakobi, eleza kuye ilizwi likaYehova lisithi, Liya kuba nguSirayeli igama lakho.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:25-32