1 Ookumkani 18:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emveni kwemini enkulu, baprofeta kwada kwesa ekunyusweni komnikelo wokudla wangokuhlwa; akwabakho lizwi, akwabakho uphendulayo, akwabakho ubeke indlebe.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:23-39