1 Ookumkani 18:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bayithabatha ke inkunzi entsha ababeyinikiwe, bayilungisa, banqula igama likaBhahali, beqale kusasa kwada kwaba semini enkulu, besithi, Bhahali, síphendule. Akwabakho zwi, akwabakho uphendulayo. Baxhentsa ngasesibingelelweni esasenziwe.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:18-33