1 Ookumkani 18:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafika uEliya ebantwini abo bonke, wathi, Koda kube nini na nimbaxa? Ukuba uYehova nguThixo, landelani yena; ke ukuba nguBhahali uThixo, landelani yena. Àbamphendula nezwi abantu.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:17-31