1 Ookumkani 17:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamthabatha uEliya umntwana, wehla naye egumbini eliphezulu, waya endlwini, wamnika unina; wathi uEliya, Uyabona, úphilile unyana wakho.

1 Ookumkani 17

1 Ookumkani 17:19-24