1 Ookumkani 17:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uEliya kuye, Musa ukoyika; yiya, wenze ngokwelizwi lakho; kodwa ke ndénzele isonkana ngawo ukuqala, undizisele, uzenzele ke wena nonyana wakho emveni koko.

1 Ookumkani 17

1 Ookumkani 17:6-15