1 Ookumkani 16:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhabhi, unyana kaOmri, waba ngukumkani kumaSirayeli ngomnyaka wamashumi omathathu anesibhozo ka-Asa, ukumkani wakwaYuda; uAhabhi unyana kaOmri waba neminyaka emashumi mabini anamibini engukumkani kumaSirayeli kwaSamari.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:24-34