1 Ookumkani 16:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baza bahluka kubini abantu bakwaSirayeli: esinye isahlulo sabantu salandela uTibheni, unyana kaGinati, ukuba simenze ukumkani; esinye isahlulo salandela uOmri.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:19-28