1 Ookumkani 16:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngenxa yezono zonke zikaBhahesha, nezono zikaEla unyana wakhe, abóna ngazo, abawonisa ngazo amaSirayeli, ukumqumbisa uYehova uThixo kaSirayeli ngeento zabo ezingento.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:9-14