1 Ookumkani 15:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza okubi emehlweni kaYehova, wahamba ngendlela kaYarobheham, nangesono sakhe awawonisa ngaso amaSirayeli.

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:28-34