1 Ookumkani 15:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uBhahesha, unyana ka-Ahiya, wendlu kaIsakare, wamceba. UBhahesha wamxabela eGibheton yakumaFilisti, beyingqinga iGibheton uNadabhi namaSirayeli onke.

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:19-28