1 Ookumkani 15:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAsa walala kooyise, wangcwatyelwa kooyise, emzini kaDavide uyise. UYehoshafati, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:21-32