1 Ookumkani 15:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani uAsa wawahlabela umkhosi amaYuda onke, akwabakho namnye ukhululekileyo. Bawasusa amatye eRama, kwanemithi yayo abesakha ngayo uBhahesha ukumkani; uAsa wákha ke ngayo iGebha yakwaBhenjamin, neMizpa.

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:15-32