1 Ookumkani 14:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wesuka wena wenza okubi ngaphezu kwabo bonke ababekho ngaphambi kwakho, waya wazenzela thixo bambi, nemifanekiso etyhidiweyo, ukuba undiqumbise, wandiphosa emva komhlana wakho:

1 Ookumkani 14

1 Ookumkani 14:8-10