1 Ookumkani 14:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenjenjalo umkaYarobheham, wesuka waya eShilo, wangena endlwini ka-Ahiya.Ke kaloku uAhiya ebengenakubona, ngokuba amehlo akhe abenorhatyazo ngobudala bakhe.

1 Ookumkani 14

1 Ookumkani 14:1-13