1 Ookumkani 14:30-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Yaye iyimfazwe phakathi koRehabheham noYarobheham yonke imihla.

31. URehabheham walala kooyise, wangcwatyelwa kooyise emzini kaDavide. Igama lonina belinguNahama, umAmonikazi. UAbhiyam, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

1 Ookumkani 14