1 Ookumkani 14:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYarobheham, ukulwa kwakhe, nokulawula kwakhe, nanko kubhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.

1 Ookumkani 14

1 Ookumkani 14:13-21