1 Ookumkani 14:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ommbambazelela onke amaSirayeli, amngcwabe; ngokuba nguye yedwa kwaYarobheham, oya kungena engcwabeni; ngenxa yokuba kufunyenwe kuye kukho into elungileyo, ebhekisele kuYehova, uThixo kaSirayeli, endlwini kaYarobheham.

1 Ookumkani 14

1 Ookumkani 14:7-17