1 Ookumkani 13:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ukumkani, wathi kumfo wakwaThixo, Khawumbongoze uYehova uThixo wakho, undithandazele, sibuyiselwe kum isandla sam. Umfo wakwaThixo wambongoza ke uYehova, sabuyiselwa kuye isandla sokumkani, saba njengokwangaphambili.

1 Ookumkani 13

1 Ookumkani 13:2-14