1 Ookumkani 13:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva koko uYarobheham akabuyanga endleleni yakhe embi; wabuya wenza ababingeleli bezigánga eluntwini lonke; wathi athe wamthanda, wammisela, waba ngowababingeleli bezigánga.

1 Ookumkani 13

1 Ookumkani 13:31-34