1 Ookumkani 13:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, emveni kokumngcwaba kwabo, wathetha koonyana bakhe, esithi, Ndákufa, ndingcwabeleni engcwabeni angcwatyelwe kulò umfo wakwaThixo; walaliseni ngasemathanjeni akhe amathambo am.

1 Ookumkani 13

1 Ookumkani 13:29-34