1 Ookumkani 13:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walandela umfo wakwaThixo, wamfumana ehleli phantsi komterebhinti,* wathi kuye, Ùnguye na umfo wakwaThixo lo ubevela kwaYuda? Wathi yena, Ndinguye.

1 Ookumkani 13

1 Ookumkani 13:6-15