1 Ookumkani 12:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wathi kuwo, Ninika cebo lini na nina, ukuze sibanike ilizwi aba bantu bathethileyo kum, besithi, Yenze lula idyokhwe awayibeka phezu kwethu uyihlo?

1 Ookumkani 12

1 Ookumkani 12:7-13