1 Ookumkani 12:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYarobheham wenza umthendeleko ngenyanga yesibhozo, ngoweshumi elinesihlanu umhla kuloo nyanga, onjengomthendeleko wakwaYuda; wenyusa amadini esibingelelweni. Wenjenjalo eBheteli, ebingelela kumathole lawo abewenzile; wamisa eBheteli ababingeleli bezigánga awazenzáyo.

1 Ookumkani 12

1 Ookumkani 12:28-33