1 Ookumkani 12:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova ukuthi, Ize ninganyuki; ize ningalwi nabazalwana benu oonyana bakaSirayeli. Buyani, aye elowo endlwini yakhe; ngokuba iphuma kum le nto. Baliphulaphula ilizwi likaYehova, babuya, bahamba ngokwelizwi likaYehova.

1 Ookumkani 12

1 Ookumkani 12:15-33