1 Ookumkani 12:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza uRehabheham eYerusalem, wabizela ndawonye yonke indlu yakwaYuda, kwanesizwe sakwaBhenjamin, ikhulu elinamanci asibhozo lamawaka amadodana okulwa imfazwe, ukuba aye kulwa nendlu kaSirayeli, bubuyisèlwe ubukumkani kuRehabheham unyana kaSolomon.

1 Ookumkani 12

1 Ookumkani 12:11-30