1 Ookumkani 12:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani uRehabheham wathuma uAdoram, obephethe abafakwa uviko. Esuka onke amaSirayeli, amxuluba ngamatye; wafa. Ukumkani uRehabheham wakhawuleza waya kukhwela enqwelweni yakhe, ukuba asabele eYerusalem.

1 Ookumkani 12

1 Ookumkani 12:9-25