1 Ookumkani 12:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathetha kubo ngokwecebo lamadodana, esithi, Ubawo wayenza nzima idyokhwe yenu, mna ke ndiya kongeza edyokhweni yenu; ubawo wanibetha ngeentsontelo, mna ke ndiya kunibetha ngeekatsi.

1 Ookumkani 12

1 Ookumkani 12:9-20