1 Ookumkani 11:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke umsakwabo boTapenes wamzalela uGenubhati, unyana wakhe; uTapenes wamlumlela endlwini kaFaro, uGenubhati waba ngowendlu kaFaro phakathi koonyana bakaFaro.

1 Ookumkani 11

1 Ookumkani 11:18-25