1 Ookumkani 11:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Besuka kwaMidiyan, beza eParan; bathabatha amadoda eParan, ahamba nabo; beza eYiputa kuFaro, ukumkani waseYiputa. Yena ke wamnika indlu, wathi makazuze ukudla, wamnika ilizwe.

1 Ookumkani 11

1 Ookumkani 11:12-19