1 Ookumkani 11:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ke andiyi kukwenza oko ngemihla yakho, ngenxa kaDavide uyihlo; ndiya kubukrazula esandleni sonyana wakho.

1 Ookumkani 11

1 Ookumkani 11:5-22